(Lyrics) Ami Faku ft Emtee – La’La Ngoxolo


(Lyrics) Ami Faku ft Emtee - La’La Ngoxolo

Ami Faku La’La Ngoxolo Lyrics Mp3 Download

Sobonana kweli linye ilizwe
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingxamele ubona uncumo lwakho
Sihleli siphele sisqhazolo


Okwangoku
ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, Lala ngoxolo

Okwangoku
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, Lala ngoxolo

 

Uyabona manje akukho xolo
Bendicimba ndinamandla
Andiykholelwa
Iinyembezi, azipheli
Akusafani la ma ungekho
Ubungathe awuyonto, ngaphandle kwimi
Awuyonto
Kwaphela ubumboza
Andinanto
Joba umkile

Okwangoku
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, Lala ngoxolo

Okwangoku
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, Lala ngoxolo

You used to tell me I would go far, eye
You used to tell me I would be a , ey
I know you living better where you are, eye
You don’t need no ice, you don’t need no fancy car, ey

Yelingilanga sizo bona na
Yelingilanga sizo bloma na
Yelingilanga sizo bona na
Yelingilanga sizo bloma na

We don’t live forever we don’t live forever
but I know that one day we will be together
We don’t live forever we don’t live forever
Sobonana kweli linye ilizwe
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingavuya ukuva ilizwi lakho
Impilo ibuhlungu awukho

Okwangoku
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, Lala ngoxolo

Okwangoku
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, lala ngoxolo
Lala ngoxolo, Lala ngoxolo

DOWNLOAD MP3: Ami Faku ft Emtee – La’La Ngoxolo